Uyoshuwa 7:5 XHO75

5 Amadoda aseAyi abulala kuwo amadoda amayela kumashumi amathathu anamathandathu, awasukela phambi kwesango, kwesa eShebharim, awabulala ethambekeni. Yanyibilika intliziyo yabantu, yaba ngamanzi.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 7

imbono Uyoshuwa 7:5 kwimeko