Uyoshuwa 7:7 XHO75

7 Wathi uYoshuwa, Awu, Nkosi, Yehova, yini na ukuba aba bantu ubaweze iYordan, usinikele esandleni sama-Amori ukuba asibhubhise? Akwaba kanye bekukholekile kuthi ukuhlala phesheya kweYordan!

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 7

imbono Uyoshuwa 7:7 kwimeko