Uyoshuwa 7:9 XHO75

9 Aya kuva amaKanan, nabemi bonke belizwe, asirhawule, alicime igama lethu ehlabathini. Wénze ntoni na ke kwigama lakho elikhulu?

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 7

imbono Uyoshuwa 7:9 kwimeko