Uyoshuwa 8:14 XHO75

14 Kwathi, akubona ukumkani waseAyi, amadoda aloo mzi angxama, avuka kwakusasa, aphuma eya kuhlangabeza amaSirayeli ukuba kuliwe, yena nabantu bakhe bonke, endaweni emisiweyo phambi kweArabha. Ebengazi ke yena ukuba kulalelwe emva komzi.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 8

imbono Uyoshuwa 8:14 kwimeko