Uyoshuwa 8:18 XHO75

18 Wathi uYehova kuYoshuwa, wólule umkhonto osesandleni sakho ngakwiAyi; kuba ndiya kuyinikela esandleni sakho. Wawolula ke uYoshuwa umkhonto osesandleni sakhe ngakuwo umzi.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 8

imbono Uyoshuwa 8:18 kwimeko