Uyoshuwa 8:21 XHO75

21 UYoshuwa namaSirayeli onke abona ukuba abalaleli bawuthimbile umzi, nokuba umsi womzi uyenyuka, babuya ke bawabulala amadoda aseAyi.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 8

imbono Uyoshuwa 8:21 kwimeko