Uyoshuwa 8:29 XHO75

29 Wamxhoma emthini ukumkani waseAyi kwada kwalixesha langokuhlwa; lakutshona ilanga, wawisa umthetho uYoshuwa ukuba basithule isidumbu sakhe emthini; basiphosa esithubeni sesango lomzi, bamisa phezu kwaso imfumba enkulu yamatye; ikhona unanamhla.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 8

imbono Uyoshuwa 8:29 kwimeko