Uyoshuwa 8:35 XHO75

35 Akwabakho nalinye ilizwi kuwo onke amazwi abewise uMoses umthetho ngawo, angalilesanga uYoshuwa phambi kwebandla lonke lamaSirayeli, nabafazi, nabantwana, nowasemzini ohamba phakathi kwawo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 8

imbono Uyoshuwa 8:35 kwimeko