Uyoshuwa 9:21 XHO75

21 Zathi izikhulu kubo, Mabadle ubomi; mababe ngabathezi beenkuni nabakhi bamanzi bebandla lonke; njengoko zathethayo izikhulu kubo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 9

imbono Uyoshuwa 9:21 kwimeko