Uzekariya 1:7 XHO75

7 Ngosuku lwamashumi omabini anesiné lwenyanga yeshumi elinanye, inyanga enguShebhati, ngomnyaka wesibini kaDariyo, kwafika ilizwi likaYehova kuZekariya unyana kaBherekiya, unyana kaIdo, umprofeti, lisithi,

funda isahluko epheleleyo Uzekariya 1

imbono Uzekariya 1:7 kwimeko