Uzekariya 10:8 XHO75

8 Ndiya kubenzela ikhwelo, ndibabuthe; ngokuba ndibakhulúle ngokubahlawulela; baya kwanda, njengoko babesanda ngako.

funda isahluko epheleleyo Uzekariya 10

imbono Uzekariya 10:8 kwimeko