Uzekariya 11:16 XHO75

16 Ngokuba, yabona, ndivelisa umalusi elizweni apha, ongayi kuzivelela eziza kuthi shwaka; akayi kuzifuna ezilusali; akayi kuziphilisa ezaphukileyo; akayi kuzondla ezimiyo; inyama yezityebileyo uya kuyidla, awalimaze amanqina azo.

funda isahluko epheleleyo Uzekariya 11

imbono Uzekariya 11:16 kwimeko