Uzekariya 11:8 XHO75

8 Ndathabatha iintonga zambini, enye ndathi nguMnandi, enye ndathi nguZintya; ndawalúsa ke umhlambi. Ndabetha bathi shwaka abalusi abathathu nganyanga-nye; ndazekaneka ngabo, ndanezothe kubo.

funda isahluko epheleleyo Uzekariya 11

imbono Uzekariya 11:8 kwimeko