Uzekariya 13:9 XHO75

9 Ndosizisa emlilweni esesithathu, ndibanyibilikise njengokunyibilikiswa kwesilivere, ndibacikide njengokucikidwa kwegolide. Bona baya kunqula igama lam, ndibaphendule mna; ndiya kuthi, Ngabantu bam bona; bathi bona, Yehova, ùnguThixo wethu.

funda isahluko epheleleyo Uzekariya 13

imbono Uzekariya 13:9 kwimeko