Uzekariya 14:18 XHO75

18 Uya kuthi umzalwane wamaYiputa ongathanga unyuke uze, anganelwa mvula; yoba sisibetho, aya kubetha ngaso uYehova zonke iintlanga ezingenyukiyo ziye kwenza umthendeleko weminquba.

funda isahluko epheleleyo Uzekariya 14

imbono Uzekariya 14:18 kwimeko