Uzekariya 2:11 XHO75

11 Kuya kuthelela kuYehova iintlanga ezininzi ngaloo mini, zibe ngabantu bam, ndihlale phakathi kwakho; wazi ukuba uYehova wemikhosi undithumele kuwe.

funda isahluko epheleleyo Uzekariya 2

imbono Uzekariya 2:11 kwimeko