2 Ndathi ke, Ùya ngaphi na? Wathi kum, Ndiya kulinganisa iYerusalem, ndibone ukuba bungakanani na ububanzi bayo, bungakanani na ubude bayo.
funda isahluko epheleleyo Uzekariya 2
imbono Uzekariya 2:2 kwimeko