Uzekariya 3:8 XHO75

8 Khawuphulaphule ke Yoshuwa, mbingeleli mkhulu, wena nabalingane bakho abahlala phambi kwakho; ngokuba ngamadoda asisimanga. Ngokuba, uyabona, ndiya kuzisa umkhonzi wam onguHlumelo.

funda isahluko epheleleyo Uzekariya 3

imbono Uzekariya 3:8 kwimeko