Uzekariya 4:10 XHO75

10 Ngokuba ngubani na owoyidela imini yezinto ezincinane? Aya kuyibona ngovuyo ilothe yokulungelelanisa esandleni sikaZerubhabheli, kwawona osixhenxe amehlo kaYehova; ayawutyhutyha umhlaba wonke.

funda isahluko epheleleyo Uzekariya 4

imbono Uzekariya 4:10 kwimeko