Uzekariya 4:7 XHO75

7 Ùngubani na wena, ntaba inkulu, phambi koZerubhabheli? Yiba sisithabazi; yena uya kulivelisa ilitye lochochoyi, kunkqangazwa kusithiwa, Ubabalo, ubabalo malube kulo.

funda isahluko epheleleyo Uzekariya 4

imbono Uzekariya 4:7 kwimeko