Uzekariya 5:9 XHO75

9 Ndawaphakamisa ke amehlo am, ndakhangela, nanko kuphuma abafazi ababini, umoya usemaphikweni abo; amaphiko abo abenjengamaphiko engwamza, bayithwala iefa phakathi komhlaba nezulu.

funda isahluko epheleleyo Uzekariya 5

imbono Uzekariya 5:9 kwimeko