Uzekariya 6:1 XHO75

1 Ndabuya ndawaphakamisa amehlo am, ndakhangela, nanzo iinqwelo zokulwa ziné, ziphuma phakathi kweentaba zombini; iintaba ke iziintaba zobhedu.

funda isahluko epheleleyo Uzekariya 6

imbono Uzekariya 6:1 kwimeko