Uzekariya 6:10 XHO75

10 Thabatha kwabasekuthinjweni, abazé khona bevela eBhabheli, kooHeledayi, nakooTobhiya, nakooYedaya, uye wena ngaloo mini endlwini kaYosiya unyana kaZefaniya;

funda isahluko epheleleyo Uzekariya 6

imbono Uzekariya 6:10 kwimeko