Uzekariya 7:10 XHO75

10 Musani ukubacudisa abahlolokazi, neenkedama, nabasemzini, namahlwempu; musani ukucinga bubi entliziyweni yenu ngendoda engumzalwana wenu.

funda isahluko epheleleyo Uzekariya 7

imbono Uzekariya 7:10 kwimeko