Uzekariya 7:14 XHO75

14 Ndiya kubachithachithela ezintlangeni zonke ababengazazi; kube senkangala elizweni emva kwabo, kungacandi mntu, kungabuyi mntu; balenze ke ilizwe elinqwenelekayo kube senkangala kulo.

funda isahluko epheleleyo Uzekariya 7

imbono Uzekariya 7:14 kwimeko