Uzekariya 7:5 XHO75

5 Thetha kubantu bonke belizwe eli, nakubabingeleli, uthi, Oko benizila ukudla, nilila, ngenyanga yesihlanu nangeyesixhenxe, iminyaka ke engamashumi asixhenxe, ukuzila oko benizilela mna na?

funda isahluko epheleleyo Uzekariya 7

imbono Uzekariya 7:5 kwimeko