Uzekariya 8:23 XHO75

23 Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, Ngezo mini aya kuthi abambe amadoda alishumi asezilwimini zonke zeentlanga, abambe esondweni lengubo yendoda engumYuda, athi, Siya kuhamba nani, ngokuba sivile ukuba uThixo unáni.

funda isahluko epheleleyo Uzekariya 8

imbono Uzekariya 8:23 kwimeko