Uzekariya 8:6 XHO75

6 Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, Ukuba kuyinto engummangaliso emehlweni amasalela aba bantu ngaloo mihla, kuya kuba yinto engummangaliso yini na nasemehlweni am? utsho uYehova wemikhosi.

funda isahluko epheleleyo Uzekariya 8

imbono Uzekariya 8:6 kwimeko