Uzekariya 9:5 XHO75

5 IAshkelon iya kukubona, yoyike; neGaza iya kukubona, ithuthumele kakhulu; kwane-Ekron, kuba inqolonci yayo iya kudaniswa, adake ukumkani, angabikho eGaza, neAshkelon ingemiwa.

funda isahluko epheleleyo Uzekariya 9

imbono Uzekariya 9:5 kwimeko