2 Kwabasekorinte 1:17 XHO75

17 Xa ngoko ndandifuna oko, ndandifeketha na kanti? Okanye izinto endizicebayo, ndiziceba ngokwenyama yini na ukuze nje kubekho kum uewe, ewe;

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 1

imbono 2 Kwabasekorinte 1:17 kwimeko