2 Kwabasekorinte 1:6 XHO75

6 Nokuba na ke siyabandezelwa, oko kwenzelwa ukuthuthuzela nokusindisa nina, ukusindisa ke okusebenzayo ngokunyamezela kwenu kwa-ezo ntlungu sizivayo nathi; nokuba na ke siyathuthuzelwa, oko kwenzelwa ukuthuthuzela nokusindisa nina.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 1

imbono 2 Kwabasekorinte 1:6 kwimeko