2 Kwabasekorinte 10:10 XHO75

10 ngokuba kuthiwa, Iincwadi ezi zakhe okunene zinzima, zinamandla; kodwa ke akùbakho ngenkqu akanamandla, nokuthetha kwakhe akunto yanto.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 10

imbono 2 Kwabasekorinte 10:10 kwimeko