2 Kwabasekorinte 10:12 XHO75

12 Kuba asinabuganga bakuzibalela nakuzifanisa nabo abathile abaziyalezayo; bona àbanangqondo, bezilinganisela nje kwakubo ngokwabo, bezifanisa nje nabo ngokwabo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 10

imbono 2 Kwabasekorinte 10:12 kwimeko