2 Kwabasekorinte 11:16 XHO75

16 Ndibuya ndithi, Makungabikho mntu uba ndingoswele ukuqonda; okanye ke kambe, ndamkeleni njengoswele ukuqonda, ukuze ke ndiqhayise kancinane nam.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 11

imbono 2 Kwabasekorinte 11:16 kwimeko