2 Kwabasekorinte 11:22 XHO75

22 BangamaHebhere na? Ndinguye nam. BangamaSirayeli na? Ndinguye nam. Bayimbewu ka-Abraham na? Ndiyiyo nam.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 11

imbono 2 Kwabasekorinte 11:22 kwimeko