2 Kwabasekorinte 12:11 XHO75

11 Sendisuke ndaba ngoswele ukuqonda ngokuqhayisa; ndinyanzelwe nini. Kuba mna ndibe ndifanele ukuyalezwa nini; kuba andisilelanga nganto kubapostile* abo baziincamisa, nakuba ndingento yanto.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 12

imbono 2 Kwabasekorinte 12:11 kwimeko