2 Kwabasekorinte 12:18 XHO75

18 Ndamyala uTito, ndathuma umzalwana lowo kunye naye. Wanidla na ke uTito? Asihambanga moyeni mnye, yini na? Asihambanga mkhondo mnye, yini na?

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 12

imbono 2 Kwabasekorinte 12:18 kwimeko