2 Kwabasekorinte 12:6 XHO75

6 Kuba xa bendingáthi ndithande ukuqhayisa, bendingayi kuba ndiswele ukuqonda, kuba bendiya kuba ndithetha inyaniso; kodwa ndiyayeka, ukuze kungabikho bani ucinga ngam ngaphezu koko abona ndikuko, athi mhlawumbi akuve kum.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 12

imbono 2 Kwabasekorinte 12:6 kwimeko