2 Kwabasekorinte 3:7 XHO75

7 Ke kaloku, ukuba ulungiselelo olo lubulalayo, lukroliweyo ematyeni ngobhalo, lweza lunobuqaqawuli, ngokude oonyana bakaSirayeli bangabi nakuqwalasela ebusweni bukaMoses, ngenxa yobuqaqawuli bobuso bakhe, ubuqaqawuli ke obebuza kubhanga:

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 3

imbono 2 Kwabasekorinte 3:7 kwimeko