2 Kwabasekorinte 4:17 XHO75

17 Kuba ubukhaphukhaphu bembandezelo yethu eyeyomzuzwana busisebenzela ngokuncamise kwaphela ubuqaqawuli obukhulukazi obungunaphakade sakubon' ukuba asixuneli ezintweni ezibonwayo, sixunela kwezingabonwayo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 4

imbono 2 Kwabasekorinte 4:17 kwimeko