2 Kwabasekorinte 5:1 XHO75

1 Kuba siyazi ukuba, xa ithe yachithwa indlu yethu esemhlabeni, engulo mnquba, sinesakhiwo esiphuma kuThixo, indlu yona emazulwini, engenakwenziwa ngazandla, engunaphakade.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 5

imbono 2 Kwabasekorinte 5:1 kwimeko