2 Kwabasekorinte 5:10 XHO75

10 Kuba thina aba sonke simelwe kukuthi sibonakalaliswe phambi kwesihlalo sokugweba sikaKristu, ukuze elowo azuziswe okwenziwe ngomzimba, ngoko akwenzileyo, nokuba kokulungileyo, nokuba kokubi.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 5

imbono 2 Kwabasekorinte 5:10 kwimeko