2 Kwabasekorinte 5:15 XHO75

15 wabafela ke bonke, ukuze abo badla ubomi bangabi sazidlela ubomi, babudlele owafayo wavuka ngenxa yabo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 5

imbono 2 Kwabasekorinte 5:15 kwimeko