2 Kwabasekorinte 6:10 XHO75

10 ngathi sibuhlungu, ukanti singabahlala bevuya; ngathi singamahlwempu, ukanti singabatyebisa abaninzi ke; ngathi singabangenanto, ukanti singabahlala benezinto zonke.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 6

imbono 2 Kwabasekorinte 6:10 kwimeko