2 Kwabasekorinte 6:16 XHO75

16 Inakudibana kuní na ke itempile kaThixo nezithixo? Kuba nina niyitempile kaThixo ophilileyo; njengokuba watshoyo uThixo ukuthi, Ndiya kuhlala phakathi kwabo, ndihambe phakathi kwabo; ndibe nguThixo wabo, babe ngabantu bam bona.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 6

imbono 2 Kwabasekorinte 6:16 kwimeko