2 Kwabasekorinte 7:12 XHO75

12 Ngoko ke, noko ndanibhalelayo, andikwenzanga oko ngenxa yalowo wamonayo omnye, kanjalo andikwenzanga ngenxa yalowo woniwáyo; ndakwenzela ukuze kubonakalaliswe kuni ukuninyamekela kwethu emehlweni kaThixo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 7

imbono 2 Kwabasekorinte 7:12 kwimeko