2 Kwabasekorinte 7:14 XHO75

14 Ngokuba ukuqhayisa endaqhayisa ngako ngani, andidaniswanga ngako; njengokuba sazithetha kuni izinto zonke sinyanisile, ngokunjalo nokuqhayisa kwethu oko phambi koTito kwaba yinyaniso.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 7

imbono 2 Kwabasekorinte 7:14 kwimeko