2 Kwabasekorinte 7:5 XHO75

5 Kuba sithé sakufika kwelaseMakedoni, ayaba nakuphumla nakanye inyama yethu; sabandezelwa ngeenxa zonke, ngaphandle ikukulwa, ngaphakathi ikukoyika.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 7

imbono 2 Kwabasekorinte 7:5 kwimeko