2 Kwabasekorinte 9:2 XHO75

2 Kuba ndiyakwazi ukuthumekelela kwenu, endiqhayisa ngako ngani kwabelaseMakedoni, ndisithi elaseAkaya beliselilunge kwanyakenye; nokuzondelela kwenu kwaxhokonxa abona baninzi.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 9

imbono 2 Kwabasekorinte 9:2 kwimeko