Kumahebhere 10:29 XHO75

29 Niba wobeka phi na ke ukufanelwa kukubethwa okubi ngakumbi, lo umnyathelele phantsi uNyana kaThixo, walibalela ekuthini liyinqambi igazi lomnqophiso athe wangcwaliswa ngalo, wamgxeka uMoya wobabalo?

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 10

imbono Kumahebhere 10:29 kwimeko